Tsi! Tsi! Ma-Afrika amahle
Buphi na ubuAfrika benu?
Kutheni ningabugqamisi nje okwepikoko ityhila amaphiko?
Kuyephi na ukuzingca ngobuAfrika?
Tyhini mandiqale ndibhotise mawethu imbeko iyephi na
Habari wa-Afrika ,Sanni `yan Afrika ,Ndewo ndiAfrika
Sanibonani eAfrika
Kaloku iAfrika lixhalanga elimaphiko mdaka
Lilizwekazi elinentlukwano yeelwimi
Ngumzi ophucuke kakhulu kumasiko nezithethe
Kiswahili ni lugha inayozungumzwa Zaidi katika Afrika
The culture of Africa is varied
We have Maasai of Kenya and Tanzania Read more...